
UNaka noNala bathetha ngomhlaba
Details
Reading level
Level 1: Pre-reader
Language
isiXhosa
Type
Reading book
Storybook
Fiction/Non-fiction
Fiction
Author
Connie Makgabo
Translator/Versioner
Sinazo Mgobozi
Bukeka Mahlangabeza
Illustrator
Vusi Malindi
Publisher
Zenex Foundation
Saide
Organization
Zenex Foundation
Saide
Series
Ulwazi Lwethu African Languages Literacy Project
Country
South Africa
Year of publication
2023
Number of pages
12
Licensing condition
Creative Commons: Attribution 4.0
Blurb
UNaka noNala bathetha ngeplanethi yethu, umhlaba, ukuba kutheni ubalulekile nje kuzo zonke izinto eziphilayo, ibe kutheni kufuneka siwuhoye nje. Le ncwadi yinxalenye yezintlanu ezithetha ngeemfundiso ezilula zesayensi ngomhlaba, ngomoya, ngomlilo nezinto ezisemajukujukwini. Le ncwadi iqale yabhalwa ngeSepedi, ibhalelwa iprojekthi yezinto zokufunda ekuthiwa yiZenex Ulwazi Lwethu ngo2022.
Read the book here
Download book files
Print-ready cover
Download file
(4.49 MB)
Print-ready text
Download file
(18.9 MB)
Download Print at Home PDF
Download file
(7.55 MB)
Download Text and Image files
Download file
(6.32 MB)